Jump to content

Ucalucalulo oluxhomekeke kumbala

Livela

Uphando lufumene ubungqina obuninzi bocalucalulo oluxhomekeke kumbala wolusu kubulungisa bolwaphulo-mthetho, ishishini, uqoqosho, izindlu, ukhathalelo lwempilo, imidiya kunye nezopolitiko eUnited States naseYurophu . Izikhumba ezikhanyayo zibonwe njengazona zikhethekileyo kumazwe amaninzi eAfrika, eAsia naseMzantsi Melika .Ucalucalulo kuxa abantu abathile abathi baphathwe ngendlela embi okanye bangawafumani amalungelo abo ngokupheleleyo futhi baphinde bakhethwe ngenxa yombala nazo zonke ezinye izinto ezifana nohlanga lwabantu lonto ibangela kubekho ucalucalulo.

  Ubuhlanga buchaphazela phantse zonke iinkalo zobomi ngemihle ngemihla. Uphando lubonisa ukuba abantu bebala elintsundu banikwa abathuba amancinane ukuba bafumane imfundo ephakamileyo nakwingqesho kunabamhlophe . Abantu abantsundu baphathwa gxadalala kunabamhlophe. Njengabalingani bothando, bajongwa njengabantu abangathandekiyo kwaye abantu abamhlophe babajongwa njengento enqwenelekayo. Bakwafumana unyango lwezamayeza olubuthathaka. [1]

  1. West, Keon; Greenland, Katy; Laar, Colette (2021-05-12) "Implicit racism, colour blindness, and narrow definitions of discrimination: Why some White people prefer 'All Lives Matter' to 'Black Lives Matter'" British Journal of Social Psychology 60 (4): 1136–1153 ISSN 0144-6665 PMID 33977556 Check |pmid= value (help) doi:10.1111/bjso.12458