Soulistic Agency
I-Soulistic Agency liziko elizimeleyo lolawulo lwetalente elizinze eRhawutini, eMzantsi Afrika, elasekwa ngo-2005 nguNkosinathi Innocent Maphumulo, nowaziwa ngelika-DJ Black Coffee[1]. Ngo-2019, i-arhente yaphinda yabizwa kwakhona ukusuka kwi-Soulistic Music Record Label ukuya kwi-Soulistic Agency[2]. Le arhente ikhule yaba yinkampani ebalaseleyo yolawulo lwetalente eAfrika. Isebenza ngayo yonke imiba yolonwabo lwale mihla, kuquka abavelisi, abaqambi beengoma, amagcisa arekhodiweyo, ifashoni, abafoti, iimbaleki, njl. njl. Ityikitye amanye amagcisa adumileyo kwihlabathi, aquka uDJ Black Coffee kunye noSONA[3]. I-arhente inikezela ngeenkonzo zolawulo olupheleleyo ukuxhasa uluhlu olwahlukeneyo lwetalente ngolawulo lwamagcisa, ulawulo lomnyhadala, ukupapasha umculo, ukhenketho, ukuvelisa, uphuhliso lobuchule bohlobo, kunye nenkxaso.
Italente
[tshintsha | Yenza izilungiso kokubhaliweyo]- DJ Black Coffee
- SONA
- Da Afrika Deep
- Asvnte
- Deep Narrative
- Distruction Boyz
- Que DJ
- DJ Le Soul
- Scoop Makhathini
- Rich Mnisi
- Trevor Stuurman
- Nomvelo Makhanya
- Brilliant Khuzwayo
Italente yangaphambili
[tshintsha | Yenza izilungiso kokubhaliweyo]- Da Capo
- Enoo Napa
- DJ Shimza
- Punk Mbedzi
- Holly Rey
- Langa Mavuso
- PH
- Una Rams
- Culoe De Song
- DJ Thakzin
- Marissa Guzman
- Kususa
- Argento Dust
- ↑ "Soulistic Music" 29 July 2022 29 July 2022 Unknown parameter
|url-status=
ignored (help) - ↑ "Soulistic Agency Keeping You Entertainment During The Lockdown" Yule Dark 7 April 2020 retrieved 29 July 2022 Unknown parameter
|url-status=
ignored (help) - ↑ Chipa, Eva (6 April 2022) "[WATCH] DJ Black Coffee arrives back in SA to a hero’s welcome" retrieved JacarandaFM Unknown parameter
|url-status=
ignored (help);