I-Vacuum
I-vacuum yindawo engena-matter. Isandi asinakuhambela ndawo kwi-vacuum, Oumphandle we-space iakuyovacuum igqibeleleyo, kuba kukho iqela lee-particles apho.
Ii-vacuums zoshishino
[tshintsha | Yenza izilungiso kokubhaliweyo]I-vacuum ifuneka kwiintlobo ezithile zokwenza imveliso zoshishino. Iimpompo ze-vacuum zisetyenziselwa ukumpompa umoya ziwukhuphela ngaphandle kwi-vacuum. apha ekuhlaleni i-100% akunto enokufane yenzeke, kodwa inkoliso yeempompo ze-vacuum ziyakwazi ukwenza i-vacuum eyi-99.9999%. le ke ibizwa ngokuba y"ivacuum eyomeleleyo". Inkoliso yeenjongo zoshishino azifuni vacuum iqinileyo; eyi-0.001% ilunge ngokwaneleyo.
Ii-vacuums zoshishino zisetyenziswa kuphela :
- kushishino ngokutya
- kushishino nge-Electronics
- kwi-Packaging
- kwi-Manipulation
- kwi-Coating and degasing
Ii-vacuum chambers zikwasetyenziswa kwimisebenzi emininzi yasez-ilaboratories. Eminye yale misebenzi ikwifiziki nakwi-Khemestri nyona ifuna ivacuum eyomeleleyo.
Eminye imisebenzi
[tshintsha | Yenza izilungiso kokubhaliweyo]Ivacuum yokucoca isebenzisa amandla amakhulu evacuum ukuze ikwazi ukufunxa uthuli nokungcola, icoce umgangatho wendlu.