The printable version is no longer supported and may have rendering errors. Please update your browser bookmarks and please use the default browser print function instead.
Masingen' enkomeni, singaphozisi maseko. Ubuchule bokwenza iWikipedia ekhonza uluntu kwihlabathi jikelele iyasikhuthaza ukuba sizame ukuphuhlisa ulwimi lwesiXhosa. Uluntu oluthetha isiXhosa luthe saa kwihlabathi liphela nangona uninzi lwethu luqukene eMzantsi-Afrika. Siyanimema nonke, mawethu, thathani inxaxheba ekwakheni isiXhosa kwelinxiwa siliphiwa kulo mqulu iWikipedia. Ukwenza njalo kuyakukhuthaza uluntu kwihlabathi jikelele ukuba lufunde ulwimi lwesiXhosa, nto leyo eyakukhuthaza udlelwano nezizwe ngezizwe rhwelele.